• Tyisa isigebenga (isiXhosa) 1
  • Tyisa isigebenga (isiXhosa) 2
  • Tyisa isigebenga (isiXhosa) 3
  • Tyisa isigebenga (isiXhosa) 4

Tyisa isigebenga (isiXhosa)

Tyisa isigebenga ufundisa umnwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-monstro uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula querida ngabahlobo abatsha!

YINTONI I-TYISA ISIGEBENGA?
Tyisa isigebenga isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantuana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.

YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!
Yonke em ikululekile kwi-100%, aprendizado de curiosidade, CET, kunye Apps Factory.

IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA
• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana
• jogos de rastreamento carta para ajudar a ler e escrever Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala
• Imidlalo yokukhumbula yesigama
• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela
• Ingxelo yophuhliso kubazali
• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye
• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo
• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo
• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo
• Akukho ntengiso
• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo

PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO
Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando na kunye nawva kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama noguFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isisko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nofuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.

SINGOOBANI NA KE THINA?
Tyisa isigebenga eyayixhaswa ngu-Ministério das Relações Exteriores da Noruega, njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET - O Centro de Tecnologia Educacional, e IRC - O Comitê Internacional de Resgate.

Tyisa isigebenga yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurioso Aprendizagem, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanlekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama ukuzisa uhlelo lokusebenza lwe-Tyisa isigebenga kwiilwimi Ezili-100 ezithintekayo kwihlabathi jikelele.

-----

Feed The Monster ensina às crianças os fundamentos da leitura em isiXhosa. Colecione ovos de monstros e alimente-os com letras para que eles possam se transformar em novos amigos!
 
O QUE É FEED O MONSTRO?
Feed The Monster usa técnicas comprovadas de "brincar para aprender" para envolver as crianças e ajudá-las a aprender a ler. As crianças gostam de colecionar e criar monstros de estimação enquanto aprendem a ler os fundamentos.
 
GRÁTIS para baixar, sem anúncios, não em compras de aplicativos!
Todo o conteúdo é 100% gratuito, criado pelas organizações sem fins lucrativos Literacy Curious Learning e CET - e trazido para a África do Sul através do apoio da Escola BellaVista.
 
CARACTERÍSTICAS DO JOGO PARA PROMOVER HABILIDADES DE LEITURA:
• Quebra-cabeças phonics divertidos e envolventes
• Jogos de rastreamento de letras para ajudar a ler e escrever
• jogos de memória de vocabulário
• Desafiando os níveis de “apenas som”
• Relatório de progresso parental
• Login multiusuário para progresso individual do usuário.
• monstros colecionáveis, evoluídos e divertidos
• Nenhuma compra no aplicativo
• sem anúncios
• Nenhuma conexão com a internet necessária
 
DESENVOLVIDO POR ESPECIALISTAS PARA SEU FILHO.
O jogo é baseado em anos de pesquisa e experiência na ciência da alfabetização. Ele incorpora as principais habilidades de alfabetização, incluindo Consciência Fonológica, Reconhecimento de Letra, Fonética, Vocabulário e Leitura da Palavra da Visão, para que as crianças possam desenvolver uma base sólida para a leitura. Construído em torno do conceito de cuidar de uma coleção de monstros, ele é projetado para incentivar a empatia, a perseverança e o desenvolvimento socioemocional das crianças.

Categoria : Educativo

Pesquisas associadas